🇿🇦 SA GOSPEL
Bucy Radebe – Sikuyo Indlela
Follow Us On
CLICK HERE FOR US TO HELP YOU RECEIVE YOUR TIKTOK PAYMENT
| WHATSAPP GROUP | TELEGRAM CHANNEL |
|---|

Another lovely brand new gospel music from Bucy Radebe – Sikuyo Indlela.
South Africa Christian Gospel musician, recoding artist and worship leader, Bucy Radebe has released another powerful brand new gospel music which she titled “Sikuyo Indlela”. And it’s right available here on Gospelhome.com.ng for your free and fast download!
Check Out The Full Lyrics Below;
Noyana (Noyana )Noyana (Noyana)Noyana (Noyana)Noyana (Noyana)Ethene noyanaNoyana phezulu
Noyana (Noyana )Noyana (Noyana)Noyana (Noyana)Noyana (Noyana)Ethene noyanaNoyana phezulu
Noyana (Noyana )Noyana (Noyana)Noyana (Noyana)Noyana (Noyana)Ethene noyanaNoyana phezulu
Sikuyo indlelaYelizwe lobomiIkhaya labantuBahleli ngenyweba
Oh Sikuyo indlelaYelizwe lobomiIkhaya (Ikhaya labantu)Bahlezi ngenyweba (Bahleli ngenyweba)
Oh ndabuza mna noyana (Noyana)Ndabuza mna (Noyana)Ndibuza kunina (Noyana)Ndabuza mna (Noyana)Nithini na (Etheni noyana )Noyana phezulu (Noyana phezulu)
Oh ndabuza mna noyana (Noyana)Ndabuza mna (Noyana)Ndibuza kunina (Noyana)(Noyana)Nithini na (Etheni noyana )Noyana phezulu (Noyana phezulu)
Ndicinga ngokuthiUsebunzimeniUsithi ubaniOngandisusayo
Ityal’elingakaLisezintliziyweniNguYesu kuphela (Ngu Yesu kuphela)Thandaza kuye (Thandaza Yehova)
Oh ndiyakuxelela ndohamba (Ndohamba)Ndohamba (Ndohamba )Ndisiya kuye (Ndohamba)Ndohamba mna (Ndohamba)Eh ndohamba (Eweke ndohamba)Ndisiya phezulu (Ndisiya phezulu)
Oh ndiyakuxelela kwamanyani ndohamba (Ndohamba)Ndisiya kuye (Ndohamba )Endisa ezulwini (Ndohamba)Ndohamba mna (Ndohamba)Ewe (Eweke ndohamba)Ndisiya phezulu (Ndisiya phezulu)
Nithini noyana (Etheni noyana)Etheni noyana (Noyana phezulu)Nithini noyana (Etheni noyana)Etheni noyana (Noyana phezulu)
Eweke mna ndohama (Eweke ndohamba)Eweke ma ndohamba (Ndisiya phezulu)Eweke mna ndohama (Eweke ndohamba)Ndisiya phezulu (Ndisiya phezulu)
DOWNLOAD AUDIO/MP3
Download Below!
What do you think about this song?
We want to hear from you all.
Drop your comments




